Please note this is the webtickets test environment

Tickets purchased here are not valid. Click here to go to the official Webtickets website.

Buzani Kubawo

Buzani Kubawo

About

Apha u Mnu Thamsanqa ubonakalisa amandla alento kuthiwa luthando. Ukuba apho luthe lwamiliselwa khona akekho onokuluncothula. Sesinye sezipho esanikwa umntu. Ukuba uzama ukohlula abo bathandanayo uzifaka engozini. Ufaka nabanye abantu kulengozi kuba ulwa nesipho esivela kuThixo. Kananjalo abanye bathi basebenzise isiko ukubonakalisa umahluko wezimvo kubantu abadala nesizukulwana esitsha. Kanti ke lento ilisiko liyabola, libeyityhefu, lingasebenzi kwezinye izinto. Uthi ke wena usakuhlakaza uvumbulule okokubola kungalungi njengoko enzile u Zwilakhe kwelibali libuhlungu kangakanana.

School’s name to be provided when making a booking.


Duration: 120min; no interval
Age Restriction: All

Kindly note that Artscape provides wheelchair seating. You can book directly via this website. However, if you require assistance, please call Artscape Dial-a-Seat on 021 421 76 95, who will assist with navigation and booking.

Venue

Artscape, Theatre, Cape Town  Location on Google Maps

Select your date and time below to get started.

Or, switch to WhatsApp and complete your purchase without logging in.

September 2026

Mon
Tue
Wed
Thu
Fri
Sat
Sun
 
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30

 You might also like..

Purchasers of this event also bought tickets for the following…